

l-Rice inceda abantwana bakho bahlale beqhakazile kwaye
.bephaphile.
l-Rice inika. amandla
kubantwana abakhuIayo
nobakhutheleyo.
AMAGAMA EKHWALITH1 EPHAMBILI YE-RICE ASEBENZISA  KUPHELA I-RICE ELINYWA  E-MELIKA.


Xa iinkozo zayo zahlukene imhlope
kwaye iphekeka nje kakuhle, uyazi ukuba
yeye-khwalithi I-rice elinywa e-Melika
Ubusazi okokuba eyona rice yekhwalithi engcono
onokuyithenga eMzantsi Afrika ayiveli eChina? Awona aphambili amagama emveliso asebenzisa kuphela i-rice elinywe kumhlaba otyebileyo nonemveliso wase-United Stafes of America.
Erjce elinywa e-Melika, soloko icociwe, kwaye
ayisafuni kuhlanjwa, okanye ikhethwe phambi kokuyipheka.
I-rice elinywa e-Melika, inoqoqosho kuba
ikhukhumala kathathu kunomlinganiselo wayo xa iphekiwe, ngoko intwana nje yenza lukhulu.
l-rice elinywa e-Melika yiyona yetyisekayo kuzo zonke ii-carbohydrates, nto leyo eyenza ilungele iintsana, abantwana nabantu abadala. Bonke abantu bayayonwabela irayisi!
l-rice elinywa e-Melika ingumthombo wamandla ongumangaliso, kuba iqukethe ii-carbohydrates, u-vitamin B, ngokunjalo ne
protini, i-calcium ne-iron. Ngoko wazi kanjani ukuba ngawaphi amagama emveliso akuphathele esulungekileyo neyekhwalithi i-rice elinywa e-Melika? Ukuba i-rayisi oyithengayo iphekeka kakuhle, yaye iinkozo zayo zahlukene, futhi imhlophe. Uyazi ukuba yeyekhwalithi i-rayisi elinywa e-Melika.










v
O VULE le ndibano nguNksk. SV Masuku oye wacacisa kakuhle ngokungondleki nokondleka, oku ngumxholo wosuku.
Okuhle esikwenzela abantwana bethu akufanele kube kokulize. Akukho namnye onqwenela ukuba wathi: Oomama abanabantwana kufuneka baqiniseke
kwamva kube urntwana wakhe abe ngutsotsi, kodwa kufuneka babe ngabafundileyo kwiindima abakuzo.
Ngokutya okuya egazini iminqweno yabo iya kufezeka. Masicacise ukuba asiphileli kutya kodwa siyatya ukuze siphile, ugxininise oko uMasuku.
UJosephine Nonkonyane wePurity ugxininise


Ukutya okunesondlo kubalulekile ukuze umntwana akhule omelele, uNksk. SV Masuku neNgcali yezondlo ujosephine Nonkonyana wakwaPurity uxelele ababekhona kwiRama/Bona Womens CIub eyayiseNkomazi  Region eMpumalanga kutshanje.


kubalisa uBONGANI HLATSWAYO
kufote uLUCKY NXUMALO


Qiniseka ukuba akusebenzisi ukutya okufanayo kodwa yiba neendidizokutya, ucebise watsho osisithethi sembeko uNksk SV Masuku.



, uye waduma kwiLokishi yaseNaas ngenxa yokupheka iRoyco Vitamince with Baked Beans. 	Abantwana mabanganikwa imali xa besiya esikolweni, kodwa baphekele ukutya okunesondlo abanokukuphatha
Ujosephine Nonkonyana wakwaPurity uchazele oomama abonwabileyo ngezinye zemvellso zakhe ukuze zlbe kokunye okusisongezo kubisi.
v
A, ucebise oko umququzeleli, uNelani Mabuza.
Ingcali yethu ekuphekeni uVeronica Mkari





MASIB ONDLELE
IKAMVA
ABANTWANA
BETHU









A
Bangabasebenzi ababa!aseleyo
- abasebenzi kwezolimo kwiPhondo !aseMpumalanga bebonke bathe le ndibano ibe nempumelelo.








Ekupheleni
kwend!bano,
ababekho babuze
ngeendibano zokutya
nezondlo.
BONA XHOSA - September 1 99 97

izi epokothweni akazikisi ngqondo ezifundweni, kodwa basolo thethi zitshilo.
Umququzeleli wendibano uNelani Mabuza ubongoze ebebekho ukuba bayeke ukubanika imali abantwana babo xa besiya esikolweni, kuba bathenga ukutya okungayi egazini.
Xa umntwana enemali ko belindele ukuba iza kukhala nini intsimbi ukuze bathenge izinto ezimnancli.
Amacebiso asoloko ekho ukuze asincede kubomi bemihla ngemihla. Esikolweni, khawuye ukuze ubuze ukuba uqhuba njani umntwana wakho, uNelani utyibele watsho.
Ucoceko alufanele Iungahoywa, kuba  ukutya kufuneka kuphekwe ngeembiza ezicocekileyo, kwanomntu lo okuphekayo kufuneka acoceke.
UDeliwe Malaza wakwaLever Ponds ebekho ukuze ancede ababekho, enentlaninge yeemveliso eziya kukubangela ukwazi ukutya okunesondlo.
indlela Veronica Mkari wakwaRama, umququzeleli wendibano ubonise yokulungisa, ukupheka nokubapha iRoyco Vitamince With Baked Beans, ngeyona ndlela isempilweni neyondlayo.
Le ndibano iphele ngokuba ababekho banandiphe okuphekwe nguVeronica, baphunge iti nemiqathane.










Ucoceko nempilo zizinto ezibalulekileyo xa ulungisa ukutya utshilo uDeliwe Malaza wakwaLever  Ponds.





ulniba bayabancancisa, kuba okona kondlayo kuphuma emabeleni.
Kubabangela bakhule kakuhle, kuba zonke izithako eziselubisini zineendidi ngeendidi zokutya. Lo ngumyalezo venkampani yam - ukuqinisekisa ukuba abantwana banikwa okona kunokubakhulisa kakuhle, ngokutya neencindi zethu, ubaxelele oko ababekho eNkomazi.
Xa sisitya ukutya okusempilweni, sikhuselekile kwizifo eziyingozi. Qiniseka ukuba akutyi uhlobo olunye lokutya, ineendidi ngeendidi zokutya, zozibini ndibano aye azivela ngokwawo imbaluleka yokutya okuya egazini. UMququzeleli uNelani Mabuza uye wabanika izixa zeemveliso abaphumeleleyo.
Amadoda awayeze kule 







IOMO Mai1bag
lOmo Mailbag ikucebisa ngeengxaki zevasi - iidilesi nenombolo yefowuni yethu ikho	 kwipakethi nganye yesepha iOmo. Unokuphulaphula kwiinkqubo zethu kunomathotholo - jonga amaxesha azo ekupheleni kweli nqaku.
















Molweni,
Namkelekile kwakhona kwiOmo Mailbag. lncwadi yethu kule nyanga siyifumene ivela kuNkszn Happiness Thusini waseChiawelo, naku athanda ukukuqonda:
Ngaba ikho indlela yokukhupha idayi ephumele nakwezinye iimpahia.

Ngelishwa oku akwenzeki, xa enye impahla iphunyelwe yidayi akulula ukuwukhupha loo mbala. Kungonxa yoko le nto kubaiulekile ukuba iimpahla zakho uzahlukanise, hlolisisa impahfa engekahlanjwa ukubona enoba
umbala wayo awukhawulezi umbatshe.

Ukuze ufumane iziphumo ezihle zevasi nali icebiso:
Yahlukanise ivasi zibe zodwa ezimbala umhlophe nobumbatsha, zibe zodwa ezombafa omnyama noqaqambileyo. limpahla ezingcolileyo nezinemibala engakhawulezi iphume kufuneka zihlanjwe zodwa.

Sebenzisa isixa esisiso sesicocisisi- funda imithetho ekwibhokisi yeOMO, usebenzise isixa esifanela ubungakanani bevasi. fntwana yesepha ayicocisisi ukanti eninzi iyinkcitho.
ekugutyuleni ukungcola, ukuzixikixa nokuzikhuhla kuba lula.
lzisihla zokungcola njengentsila entanyeni nasezihlahleni zifuna intlama yeOMO ukuba idyojwe kuzo phambi kokuba uzihlambe.

ICEBISO LOKUSHENXISA IZISIHLA
lzisihla Zelodine - Tshiza eso sisihla zisuka nje ngamanzi abandayo, dyobha intlama yeOMO Micro. Yiyeke malunga neeyure ezimbini, yihlambe ngendlela eqhelekileyo.

Phulaphula i:
Radio Zulu - ngoMvulo - ngo-
2:3Opm
Radio Xhosa - ngolwesiBini -ngeye-1O:OOam
Radio Ndebefe - ngolwesil3ini -
ngeye-9:3Oam Radio Sesotho - ngoMvulo ngeye-2:OOpm Radio Lebowa - ngolwesiThat!o
- ngeye-11;35am (isipedi) Radio Swazi - ngolwesine -ngeye-2:OOpm
Radio Setswana - ngolwesine
- ngeye-1O:3Oam Aadio Venda - ngolwesiThathu
- ngeye-9:3Oam



96 BONA XHOSA - September 1996

112 BONA XHOSA - September 1996

	Ukuziyeka emanzini iimpahlaezingcolileyo kunceda

